
Bashiyeke bebambe ongezantsi abahlali bengingqi yamatyotyombe iNkanini, eHarare, emva kokuba kufunyenwe izicubu zomzimba wosana kwiikhonteyina ezimbini ezigcina inkunkuma kula ngingqi kusasa ngeCawe umhla wama 21 kweyoMsintsi.
The post Kufunyenwe izicubu zomzimba wosana kwikhonteyina yenkunkuma eNkanini appeared first on City Vision.

